ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Zifundwa kamnandi kodwa indaba zesixhosa
Kakhulu.
I like Thami Ntuli. He is really a good leader and intelligent.
Solly Moholo ndimkhumbula ngengoma ethi, ndilahlile butsotsi, may his soul rest in peace 😭😭😭
Yhoo kubi elizweni
Maka fele ejele lomdlenguli mnikeni 6 life ejele mr jaji
Hayi ilizwe lomzantsi Africa liyathandabuzisa sangathi siphilanje kwelinyilizwe
Sesibonga 4:24 masekukhona oboshwayo kodwa basasele ababulala asazi kodwa siyabonga up ngamalisa phantsi ngababulali besizwe🙏
Ababoshwayo
😅😅
Ewe kona lo Phakathi kumele ajulwe kwesinomhlwa isisele. Kodwa ndiyanqwenela aphononongwe nengqiqo, kufunyanwe intsusa just for stats. Uza kufumanisa ukuba there are daddy issues apha naphaya.
But nayiphi na akumele kubengoluhlobo💔
Enkosi ngomculo tat'uSolly Moholo, yanga bangakwamkela abakokwenu ezweni lomoya.
Gxwalemswaneni
Yilali enjani engenawo amadoda baphela abantu
Gxwal' emswaneni (2 words)