ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Phephetha..mphathi wam Madinda and Family...negroup yonke..amen kuleyondawo
Umvuzo uyakuba kho xa woyisile.
Kuse kude na ekhaya? Ndabuza umlindi wathi,"Ubusuku buya phela, Kufuphi ukusa;Ngako ungabi sakhala, kodwa khawuleza uhambe,Wofika ekukhanyeni okungapheliyo."2Ndabuza kumphumi-mkhosi; nantsi impendulo yakhe,"Ndiza kulwa ngesibindi, ikrele likhanya;Ngako ungabi sakhala, ncekelela edabini,Umvuzo uya kubaKho Xa woyisile."3Ndibuzile endalweni, Zonke zitsho ngazwi linye,"Ixesha liya gqibela, Likufuph' ikhaya.Ngako ungabi sakhala, iziboniso ziyandaJikelele zimemeza, Iyeza iNkosi."4Ekhaya akuse kude! Yinkumbulo entle leyo!Cwayita mhambi, zisule inyembezi ezo;Ngako ungabi sakhala, Kuba sohlangana khonaIinkathazo ziphelile phaya ezulwini.
🙏🏽
Phephetha..mphathi wam Madinda and Family...negroup yonke..amen kuleyondawo
Umvuzo uyakuba kho xa woyisile.
Kuse kude na ekhaya? Ndabuza umlindi wathi,
"Ubusuku buya phela, Kufuphi ukusa;
Ngako ungabi sakhala, kodwa khawuleza uhambe,
Wofika ekukhanyeni okungapheliyo."
2
Ndabuza kumphumi-mkhosi; nantsi impendulo yakhe,
"Ndiza kulwa ngesibindi, ikrele likhanya;
Ngako ungabi sakhala, ncekelela edabini,
Umvuzo uya kubaKho Xa woyisile."
3
Ndibuzile endalweni, Zonke zitsho ngazwi linye,
"Ixesha liya gqibela, Likufuph' ikhaya.
Ngako ungabi sakhala, iziboniso ziyanda
Jikelele zimemeza, Iyeza iNkosi."
4
Ekhaya akuse kude! Yinkumbulo entle leyo!
Cwayita mhambi, zisule inyembezi ezo;
Ngako ungabi sakhala, Kuba sohlangana khona
Iinkathazo ziphelile phaya ezulwini.
🙏🏽