Ndaza

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 25 ต.ค. 2024

ความคิดเห็น • 18

  • @luvomatrose4717
    @luvomatrose4717 2 ปีที่แล้ว +3

    Ndaza emva koko ndeva
    Sanga sisandi esikhulu
    Sesihlwele esikhulu emazulwini
    Oh ndaza mna emava koko
    Ndeva isanga sisanda esikhulu
    Sesihlwele esikhulu emazulwini
    Sisithi haleluya
    Usindiso nozuko
    Nembeko namandla
    Ngawe Nkosi uThixo wethu Awa amadoda amakhulu
    Angamashumi amabili
    Ona mane nezinto eziphilileyo zonke
    Zisithi udumo kuwe
    Angamashumi amabili
    Ona amane nezinto eziphilileyo zonke
    Zimele zikunike uzuko
    Nembeko namandla
    Ngawakho somandla
    Zisithi haleluya uzuko kuwe
    Haleluya siyakudumisa
    Ufanelwe ukuthandazwa
    Kufanelwe kuqutshudwe kuwe
    Abantu bonke mabakwazi
    Abantu bonke mabakwazi
    Ngithi ngawakho Somandla nagwakho
    Zisithi izithunywa kuye haleluya
    Simunik'imbeko
    Sikunika amandla wonke
    Sikunika udumo lonke
    Sithi bayede kuwe Somandla
    Imbeko yonke ikufanele
    Namandla ngawakho
    Ngawakho Nkosi, nagwakho Nkosi
    Saqubuda kuye uThixo
    Ohleliyo phezu kwethole
    Zisithi amen amen
    (Amen. amen, amen, amen, haleluya)
    Zisithi haleluya haleluya
    Zisithi amen amen amen haleluya
    Oh ufanelwe ukudunyiswa
    Ufanelwe ukubongwa
    Ufanelwe ukuthandazwa
    Baba ukungcweliswa kungokwakho
    Ufanelwe konko Zisithi haleluya siyabonga
    Uthando olwakho unalo Somandla
    Uthando lonke lwakho
    Alufani nolwabantu
    Olwabantu luyaphela
    Olwakho wabethelwa ngalo onqamlezweni
    Haleluya wabethelwa emthini wohlaza
    Ngenxa yethu ungenatyala
    Kungani ngingakubongi Somandla
    Kungani ngingathi haleluya bo Oh haleluya zisithi amen amen
    Amen haleluya
    Zasho zonke izingelosi
    Udumo kuwe amen amen
    Haleluya

  • @nosikhumbuzoviolet3285
    @nosikhumbuzoviolet3285 2 หลายเดือนก่อน

    Udumo lukufanele Nkosi,wena waxhelwayo...Mayibongweee...Amen

  • @thamiefaithhala8511
    @thamiefaithhala8511 3 ปีที่แล้ว +1

    Yhuuuu Izenzo zabapostile👌 Ugqitywa ngumhlabelelo kungeka vulwa iZwi ngoba mihlabelelo le lilizwi

  • @silassakhelemagwaxaza2028
    @silassakhelemagwaxaza2028 2 ปีที่แล้ว +1

    Imnandi le ndumiso👌🙌

  • @nompumelelomamayo
    @nompumelelomamayo 7 หลายเดือนก่อน

    Hayke sikhulela kuyo ke thina idunyiswa ngabazali abangasekhoyo.. Asoyabo njani boo?

  • @sandiamos2314
    @sandiamos2314 3 ปีที่แล้ว

    our foundation apho sizalwa khona haleluya

  • @nqabakazimlungu2782
    @nqabakazimlungu2782 3 ปีที่แล้ว +1

    Mayibongwe 🙌

  • @lungatataluzi2912
    @lungatataluzi2912 4 หลายเดือนก่อน

    Mayidudume BaPostile

  • @cookingwithbeautybaking7526
    @cookingwithbeautybaking7526 3 หลายเดือนก่อน

    😭😭🙌🙌🙏🙏

  • @BongiweNdanda
    @BongiweNdanda 2 หลายเดือนก่อน

  • @siyabongakulati8959
    @siyabongakulati8959 ปีที่แล้ว

    Nkosi yam..!!!

  • @BongiweNdanda
    @BongiweNdanda 2 หลายเดือนก่อน

    Kumandi kumakholwa kdw

  • @BongiweNdanda
    @BongiweNdanda 2 หลายเดือนก่อน

    Izityilelo

  • @ncebakazinakani7188
    @ncebakazinakani7188 2 ปีที่แล้ว

    Haybo kodwa ayoyenu le

    • @nompumelelomamayo
      @nompumelelomamayo 7 หลายเดือนก่อน

      Yaphazama kudala yaculwa zininzi zikumlomo obomvu

    • @nompumelelomamayo
      @nompumelelomamayo 7 หลายเดือนก่อน

      Singomama ngku sikhuliswa zezindumiso❤

  • @cecilialekata2386
    @cecilialekata2386 3 ปีที่แล้ว

    Kuyaculwa apha