Camagu Khehla makube chosi Kube hele kukhanye. Siyabulela khehla ngolwazi, ngoba nami ndiphupha kakhulu ndisemanzini njalo ndinabantu kodwa ndinganxibanga zinsimbi. Am happy ukuthi I don't have to panic, coz I've been told a lot that I have isiphiwo sabadala. Abanye bathi ndine nkani xangabe ndithi andinasiphiwo sinjalo mna. Siyabulela khehla.
"akenivuke, vukani". Esitsho u Dr. Let us share these videos as much as we can. Kuze sihabule sibe baningi kulolulwazi olunzulu u Dr asipha Lona. #drtshawetv#ancestors#sprits
You give me hope. You are oozing life, love, light, wisdom and hope. Thank you🙏🙏❤❤
Yeses ndiyathanda indlela azibonga ngayo umkhulu ingase ndiyikope
I'm Zulu but loving uMkhulu
Asibonge Tshawe ....🙏🏾🙏🏾
Thanks so much mkhulu ,zinhle kakhulu imfundiso zakho and ziyawavula ngempela amehlo, lendaba yesonto umbhedo ngempela kudala ngiyisola. Dankie khehla
Thanks Mkhulu I needed this infor so much....Ngiyabonga Khehla lam..
Hay mkhulu unyanisile lomcimbi wentwaso uyasolisa bekufanele umntu uxelelwa sesisinyanya simthwasisayo uba ayephi ngoba neyeza ulixelelwa ngabo
Camagu Khehla makube chosi Kube hele kukhanye. Siyabulela khehla ngolwazi, ngoba nami ndiphupha kakhulu ndisemanzini njalo ndinabantu kodwa ndinganxibanga zinsimbi. Am happy ukuthi I don't have to panic, coz I've been told a lot that I have isiphiwo sabadala. Abanye bathi ndine nkani xangabe ndithi andinasiphiwo sinjalo mna. Siyabulela khehla.
"akenivuke, vukani". Esitsho u Dr. Let us share these videos as much as we can. Kuze sihabule sibe baningi kulolulwazi olunzulu u Dr asipha Lona. #drtshawetv#ancestors#sprits
Mkhulu Tshawe lamaqhawe mna ndicinguba abantu bathi amgqirha awalunganga ngababathakathayo bahamba beshumayela lonto ngoba bahamba nzima ekuthakatheni
🤣🤣🤣🤣👌
Thumps up👑
We need more people like you mkhulu🙌🏽
Mkhulu yinyani leyo
🤣hai nditwetulela umnqwazi tata hai umtu uyakhanyelwa ebengazi, ongayazi le TV uyaposwa
Hello that true
Nangoke mkhulu Tshawe 💃💃💃...Khawuze khehla uzongitshelela le family yami yhoó 😢😢😢😢ay lensindiso.phofu nami ngikhishwe kuyo bengithi bamadimoni...But today I humbly apologize kuzinyanya zasekhaya.#Lapho akukho kwanto ba busy ilelisonto 😭😭😭😭
Nditabulisa mkhulu kushoni ukuphupha ikhala aloevera
EY Tata 💔😭watsho emanxebeni
Molo kwakho Mkhulu Mahlebo odiza amahlebo🤣🤣🤣 Utsho kwavokotheka njengesiqhelo kule video yakho bawo uTshawe.Kwaye utyhile kwenye ipage ngk xa ubangqala nkqo abafundisi abazi clients zenu kodwa babuya bashumayele bagxeke isintu kunye nani ningamaGqirha.Enkosi ngolwazi osikrobisa kulo njalo tata🙏🙏
Molo mkhulu Tshawe ufumaneka njan for ubuza
Call mkhulu at 0726880011 nanku 0737068952 enkosi gogo wam or whatsaap kuzozombini
Cela no yakho
Mna most yamaphupha wam ndphupha ngamabomu xa ndiphuma kuwo ndiphuma ndfake ntsimbi ndine gama but xa ndvuka andisalazi kwa iphupha elo
Akho sound mkhulu kule video, andazi noba ndim ndodwa na onaloo ngxaki.
Yhoooo uxolo kakhulu gogo wam xa ufumana ingxaki enjalo inoba ikuwe ingxaki gogo wam uxolo vha👏👏
Tata Tshawe cela ukubuza kutsho ukuthini xa uphupha ukha amanzi ngubhotile ngathi ndiyovasa xa sendiyovasa fike kukho omama abavasayo ngathi ndithi ndizobuya xa begqibili. Ngoku phezolo ndiphupha ndiyokha amanzi ngebotile ngathi ngawokuvasa
Camagu gogo I phupha lakho lochaza ukuthi you need spiritual purification ritual(cleansing)
@@drtshawetv590 Camagu Mdange👏
Thokoza Mkhulu wam, eish akho sound kum kulena ivideo😤
Uxolo khehla lam I wonder kwenzekeni khehla lam ayinguwe wedwa bakhona abatshonjalo khehla
OK Mkhulu wam enkosi, myb problem bikwi setting ngelaxesha buyenza Mkhulu wam.
Molo khehla ndiyaqala ukuyimamela video yakho Fike ndanentshisakalo yokuva nzulu ngaloku. Klk ibible Leviticus 20vs6 umvile uthini Kantii no27kwakule chapter uyagqina so akutsho befundisi siyazifundela tatam nakwiDuteronomi iyatsho napha ibetha iminyanya so si confused kengok
Mholo mkhulu ndcela ur contact number
Ubhaliwe apho gogo or ufuna ukuwunikwa ndim,0726880011,0737068952