Amadodana (iNkanyamba)- Jerusalem iKhaya lam

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 21 พ.ย. 2017

ความคิดเห็น • 39

  • @nodumomgwebi3316
    @nodumomgwebi3316 2 ปีที่แล้ว +6

    That bass leading kills me, takes me straight heavens My God!!!

  • @user-ek7ep8ot7v
    @user-ek7ep8ot7v 8 หลายเดือนก่อน

    Especially the man's groups ,I am a Catholic but I go with them I go with them amen

  • @nicorlletenongcele6170
    @nicorlletenongcele6170 6 ปีที่แล้ว +16

    Imizamo yam yophela ndakufika kuwe😢😢😢 this verse kills me

  • @leratomakeng7820
    @leratomakeng7820 6 ปีที่แล้ว +10

    ndipankamisa izandla bawo uhlale usenza njalo ngoba indlela inde xasisiva abazalwana siyavuseleleka sikhumbule kumaxesha angapambili enkosi bawo

  • @user-ek7ep8ot7v
    @user-ek7ep8ot7v 8 หลายเดือนก่อน +1

    They are my favorites they put me were I don't know

  • @user-gl7jn8ml6h
    @user-gl7jn8ml6h 8 หลายเดือนก่อน

    Yhoooo hayi iyandiphilisa iNkanyamba kweliculo.....,Snayimesi sinditsho kuthi cosololo,Bass undenzani kodwa🙏

  • @khanyisapearlnomala7064
    @khanyisapearlnomala7064 4 ปีที่แล้ว +1

    Ndiyalithanda eliculo kanye ngale chanti liculwa ngayo,liyandisikelela.Ameeen🖑🖐

  • @brightstar8859
    @brightstar8859 4 ปีที่แล้ว +2

    Hallelujah! Mayibongwe iNkosi.🙌🙏

  • @yangamguzulwa3120
    @yangamguzulwa3120 3 ปีที่แล้ว

    Tsiiiiiii eweeeeee maaan Imizamo yam yakupela ndakufika kuwe🙏🏾🔥

  • @user-hg2sm7pv1c
    @user-hg2sm7pv1c 2 หลายเดือนก่อน

    kwakumnandi ngokwenyaniso apha

  • @asanori7415
    @asanori7415 3 ปีที่แล้ว

    Ahhhh ootata benkonzo yamawisile🙌🙌🙌

  • @mkhiwanxasana6086
    @mkhiwanxasana6086 5 ปีที่แล้ว

    Ah boBaba siyabulela kaloku ngemikhuleko yalelizwe...uYehova uyeva...

  • @zolamzoyi8687
    @zolamzoyi8687 8 หลายเดือนก่อน

    Jerusalem ikhalam amadodana

  • @mlamligqumani248
    @mlamligqumani248 2 ปีที่แล้ว

    Yophela imizamo ndakufika kuye uYesu Krestu oNgunapakade ka Thixo.

  • @ikekana2546
    @ikekana2546 6 ปีที่แล้ว +2

    Auw Nkos'yam! Tshuu 🔥🔥

  • @portiasiphokazi6712
    @portiasiphokazi6712 6 ปีที่แล้ว +1

    Oh nkosi ndivele ibengati sendikufutshane nenkosi bawo hlambe nezam izono ngoba ndakusondezwa yimisebenzi yam enkosini ave mabengqungqa kanje

  • @nolundisikulume62
    @nolundisikulume62 6 ปีที่แล้ว +3

    Nkosi singa singabona uYesu

  • @user-hk6jm1gk6t
    @user-hk6jm1gk6t ปีที่แล้ว

    Yhooo every night I listen to them .1of my favorite Jerusalem 🙏🙏

  • @portiamayisela8915
    @portiamayisela8915 6 ปีที่แล้ว +2

    Eweee njee

  • @nandiphajacob3026
    @nandiphajacob3026 6 ปีที่แล้ว +1

    Ndiyakulangazelela jerusalem entsha

  • @zolanikuhlani7712
    @zolanikuhlani7712 6 ปีที่แล้ว +4

    nango amadodana tsiiiiii yicawa lw

  • @thandahdumah8763
    @thandahdumah8763 5 ปีที่แล้ว

    Kube ngathi ngingasabuyi kuhlwa kuze kuphele nyaka uma kuvunywa kanje ngybusiseka aman

  • @mahlomolamokuena3368
    @mahlomolamokuena3368 5 ปีที่แล้ว +3

    Enkosi Amen!!!

  • @phumzamoyeni3100
    @phumzamoyeni3100 6 ปีที่แล้ว +1

    Ewe Nkosiii tsiii

  • @asanori7415
    @asanori7415 3 ปีที่แล้ว

    Ndibona zizi🙌

  • @josephnkosinathimaluleke9855
    @josephnkosinathimaluleke9855 5 ปีที่แล้ว +2

    EWEE NKOSI IMIZAMO YAM YOPHELA NDAKUFIKA KUWE

  • @zukiswabulingwa8912
    @zukiswabulingwa8912 ปีที่แล้ว

    Siii nkosi yam le baas thethelel nkosi its nive to Methodist

  • @sinovuyotsutsu7694
    @sinovuyotsutsu7694 6 ปีที่แล้ว +2

    Amen

  • @oyintandwanonjobe6323
    @oyintandwanonjobe6323 5 ปีที่แล้ว +2

    Uyandibusisa Tata

  • @ncumisamtshotane1777
    @ncumisamtshotane1777 4 ปีที่แล้ว

    Bayandisikelela bawo

  • @andiswabangani3071
    @andiswabangani3071 6 ปีที่แล้ว +3

    uMadiba

  • @asanori7415
    @asanori7415 3 ปีที่แล้ว

    Ndibona tatam Tokwe bethuna😅

  • @phuthumabalenipurrah5861
    @phuthumabalenipurrah5861 4 ปีที่แล้ว

    Oh nkosiyam

  • @Rasebolelo777
    @Rasebolelo777 4 ปีที่แล้ว

  • @tandumzimfana8022
    @tandumzimfana8022 6 ปีที่แล้ว +1

    Yatsho lomhlabeleli

  • @masentleshata4593
    @masentleshata4593 3 ปีที่แล้ว

    Good

  • @sinethembasikhutshwa7289
    @sinethembasikhutshwa7289 6 ปีที่แล้ว +2

    tsiii