ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Uyisikhokho Nkunzemdaka siyakuthanda kakhulu.
Ndivela eMampondweni eLusikisiki kwaNdlunkulu 😆🤗
Sivela emapondweni indikhumbuza ekhaya
We thank you for pride being a Mpondo asernal, we very proud of you we watch these video to remind ourselves where we come from singaMampondo Alutu👊
UWC Approves...
Uymeli Eastern Cape bawo nkunze emdaka, isingathi nyan igalelo lakho belinga hlonishwa ngoku usekhona tata.ndiyzgqaja ngoba yinzalo yamampondo.
ikoloni imile xa kuvungama le ngwevu
Empeleni aMampondo yiwona apowerfull for the whole of Eastern Cape and they are also better than with the Xhosas
lol
Please don't do that.
Haibo liyabetha elixhego ,ndatsho ndakhumbula ekhaya
Khwetshube kaXhangaa 🔥💯💃💃
Betha kakuhle tata unkunzi hayi xhego unguphopho
mkwitshe sgoduke sbheke emampondweni.... kwekk madoda ndivelemampondweni!!!!
Khwetshube ndikhwetshe 😊❤
Khuphuka lapho nkunzi endala emndaka khuphuka lapho bawo
Without my people there wouldtnt be Sa!
Sibi....siyahula phezu kwamakhulu amahlathi kuba sinamaphiko, khwetshube ndikhwetshe 😎
Yiva yiva yiva yikhwishe mntam!!!
Mqikela u faku ndilapha
Sibi siyahula siyemaweni madoda yewuuuuu!!! Tjovitjo
""I don't care my love'' iyangichaza leyo ngoma
💃💃💃suka ndenda 🎹📢📢📢🔊
ndilimpondo njee kwaye andizisoli tuuu
Intsimbi endala ukunzemndaka
Sikunye Nkunz'ehlaba ihlokoloze.
Sibi syahula madoda,hothi ndigoduke 🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Mhlambi olal'iNtaka
iyashaya ntsizwa yangale embizani
Kuph'ekhaya mduka ndin
mnandi lomculo wesintu wakithi wehla esphundu
Kwekhu sinebhongo ngesisiswenye eMampondweni
Xhanga bhutam ❤
Tshove mtram thina sifuna tshika tshika izinto zakhona tshove mbhem
Sivela pha kaloku eheee!
Ndakhumbula ubawo unqgangqa wayelimpondo mpo aw lala mfoka vanyuza
Sacela nindiceda ndifuna ingoma kaphothiyeza uvumelani mama
Emampondrweni mntram la ndiqhamka khona
Yasho into yakuthi madoda
🔥
Please can someone help me to understand the meaning of the song in English? Thank you :)
It says “ I’m from eMampondweni tribe “
@@eddiesinawo2091 thanks so much.
😅😅😅😂😅😂🤣😂🤣😂🤣😂🤣😂🤣😂🤣🤣😂🤣😂