ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Sibulele MThembukazi ngoLwimi lwethu utsho kamnandi ,siyavuyisana noBhele ngokuwongwa kwakhe 🎉
"Asigawule siwarhuqa" o madoda😊 siyabonga tata
Siyavuya sineke🎉🎉🎉🎉🎉🎉🎉🎉🎉❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤ ibuhlungu lànto yenzeke kulama Muslim 😢😢😢😢💔💔💔💔💔💔
Abasebenzi baka IEC bazigebengu🙈
Ndingavuya Xa ijelo losasazo lungajonga umntu okwaziyo ukuthetha isiXhosa. Ndiva kabuhlungu Xa ndiva umntu ongathethi siXhosa ngendlela efanelekileyo kumagumbi osasazo. Kufanele kuqinisekiswe into yokuba umntu uyasazi isiXhosa, kwanokusithetha ngokufanelekileyo.
Maniyithanda i language yekani ukudayisa ngezwe ngoba luzophela lolimi lwenu kuthethwe ngesingisi anifane nekwazulu niyilwele into yenu
Enkosi kwakhona MamThembu ngokusirhabulisa kwibhekile yasemini nje...sihlala sithe ntsho silindele ukuva elolizwi limyoli emini 👏🏽....sikwathi huntshu🎉🥳 kuBaw'uSineke halala Bhele!!!
Well done Sineke
Lo wakwa IEC akakhiphe abanye abenze njengaye
Ile anc yenu kade nanikhuzwa bantu base kapa
Contraction company and municipality planning department need to account for the disaster.
Forget! Municipal Manager and Director Planning resigned and will soon be without a trace but nothing on the news
Kanti kuphi emakhayeni abahlali ukuze nekhaya livele
Sorry Mr English we are Africans.Our apologies.
Noxolo Grootboom❤❤❤❤
Aaaahh BHELE 🎊🎊🎊💖
Siyanqoba ngeZindaba❤
Who's the Owner of that Bidding Company and why they are careless 💔💔💔
Ubani othe abavule imomozi bese bakhipha izisu ? Bangazoganga lana uku jova it's free ema klinikhi
Asboshwe leso sgebengu saka IEC pls
Amasela makangenejele ntozakuthi anc indlalangabantu bakuthiyona phantsi ngayo
Bebebahle yini vele ,abaphinde makubo ubani othe abeze lana emzansi ,unamanga ama documents ubengenawo bayalunga
Amaphepha akhe ayi funani emsebenzini unamanga lo